Dr Tumi – Udumo

Enjoy this amazing song from South African gospel music minister, Dr Tumi – Udumo.

Dr Tumi – Udumo Mp3 Download

Download Mp3

My Money

Dr Tumi – Udumo Lyrics

{Udumo malure kuwe
Somandla qamatha, mboniselo yam
Thixo wam endikholose ngaye }x2

{Wena usisiphephelo sam
Wena uyinqaba yam
Ulihlathi lam, ulidwala lam
Endikholosa ngalo }x2

Udumo udumo udumo
Udumo malure kuwe
Somandla qamatha, mboniselo yam
Thixo wam endikholose ngaye
Udumo malure kuwe
Somandla qamatha, mboniselo yam
Thixo wam endikholose ngaye

You’re a faithful God, so kind
You keep us safe, you protect us Lord
You’re a hiding place dearest to our hearts
We’re hidden in you oh God
(He’s a faithful God this is why we say)
Wena usisiphephelo yam
Wena uyinqaba yam
Ulihlathi lam, ulidwala lam
Endikholosa hey
Udumo say

{Udumo malure kuwe
Somandla qamatha, mboniselo yam
Thixo wam endikholose ngaye }x2

  Joyous Celebration – Ngobekezela (Mp3 Download, Lyrics)

Wena usisiphephelo yam
Wena uyinqaba yam
Ulihlathi lam, ulidwala lam
Endikholosa ngalo

{Wena usisiphephelo yam
Wena uyinqaba yam
Ulihlathi lam, ulidwala lam
Endikholosa ngalo }x5

Leave a Comment